BAWO NDIXOLELE – JOYOUS REWIND 2011 LYRICS By Zodwa Mahlangu

Joyouscelebration27 1

Bawo ndingumntwana wakho
Noko ndikonile
Ndiyalila phambi kwakho
Bawo ndixolele
Ndithi Bawo


CHORUS:
Bawo ndixolele
Bawondixolele
Bawo, Bawo ndixolele


Iziphoso zam zininzi
Azinakubalwa
Nokoo ndibhekisa kuwe
Bawo ndixolele
Ndithi Bawo

(Chorus)

Dimomo dimomo
(Dimomo momomo)
Dimomo dimomo
(Dimomo momomo)
Dimomo
(momo momo momo momo)

Dimomo dimomo
Dimomo

(Chorus)

TRANSLATION

Father I am your child
Even though I have sinned.
I cry before you
Father forgive me

My transgressions ae many,
They are uncountable;
Not withstanding that, I look unto You.
Father forgive me

Previous articleI BEAT – JOYOUS REWIND 2011 LYRICS By Khaya Mthethwa
Next articleGlorious Lyrics by Yaw Boakye