Joyouscelebration26 1

Oh Msindisi, oh Msindisi
[Oh Savior, oh savior]
Nguwe olithemba lam
[You’re my help]
Oh Msindisi, oh Msindisi
Nguwe olithemba lam

Inkosi iyazi esikudingayo
[The Lord knows exactly what we need]
Inkosi iyazi esikudingayo


(I…Ithemba lam)
[My hope]Ithemba lam ndonyuka nalo
[I will rise with my hope]Ndingene endumisweni
[To enter the place of praise]

(Ndingene, ndingen’ endumisweni Baba)
Oh ndingene endumisweni
(Ndingene, ndingen’ endumisweni Baba)
Oh ndingene endumisweni

(Ngena, oh ngena ngob’ indawo isekhona)
[Come in because there’s still a space left]Ngena, ngena
Indawo isekhona

Previous articleLEANING – JOYOUS REWIND 2011 LYRICS By Sipho Manqele & Simphiwe Khumalo
Next articleBAWO NDIXOLELE – JOYOUS REWIND 2011 LYRICS By Zodwa Mahlangu