Joyouscelebration18Uugy 4

Njengebhadi libhadula,
[As the deer wandering]
Ukufun’umthombo
[Panteth for the waters]
Iyafuna njalo Thixo intliziyo yami
[So my soul longeth after thee Lord]
Inxaniwe intliziyo
[My heart is thirsty]
Inxanelw’uThixo
[Thirsty for the Lord]Ewe lowo waziwayo
[Yes the one known to the world]Ungophilileyo
[He is the living one]

Kungani na mphefumlo wam ukhathazekile?
[My soul, why are you troubled?]Bek’ithemba lakho kuYe
[Put your trust in Him]Uthuthuzeleke
[And be consoled]

Previous articleNKOSI YEZULU – JOYOUS LYRICS 18 By JC Choir
Next articleBHEKANI UJEHOVA – JOYOUS LYRICS 18 By JC Choir