INGXANGXASI – JOYOUS 17 LYRICS By Sylvester Funani

0
374

Uyingcwele Simakade
[You’re holy Almighty]
Uyingcwele Simakade
Uyingcwele Simakade
Uyingcwele Simakade

Wena wafela aboni bomhlaba
[You died for the sinners of the earth]
Wena wazisa izizwe iindaba
[You brought good news to the nations]Sikhothama kuwe sibonga wena
[We bow before you thanking you]Siguqa kuwe
[We kneel before you]Uyingcwele Simakade
Uyingweletshetshe yakwaSirayeli
[You’re a hero from Israel]Uliliwa laphakade
[Rock of ages]Sikhothama kuwe sibonga wena
Siguqa kuwe
Uyingcwele Simakade

Umkhulu uyesabeka
[You’re great yet we’re afraid of you]Ubizwa naziingxangxasi
[Cataracts are even calling on You]Uyingcwele Simakade
Uyingcwele Simakade

Thiwowo thiwowowo
Thiwowo thiwowowo



Country:




LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here