Joyous Celebration 18Uugy

Siyakudumisa Thixo
[We praise you Lord] Siyakuvuma ukuba unguYehova
[We confess that you are Jehova] Umhlaba wonke ubhedesha wena
[The whole world is worshiping you] UYise ongunaphakade
[Eternal father] Zonke iingelosi zimemeza kuwe
[All the angels call on you]Kwa nezulu
nawo onke amandla akulo
[Heaven and all the power in there]IKheobime neSerafime
[A Cherubim and a Seraphin]Zimana zimemeza kuwe
[Always call on you]
Uyingcwele uyingcwele
[You’re holy, you’re holy]Uyingcwele Yehova
[You’re holy Jehova]Thixo wemikhosi
[God of all tribes]Izulu lizele kwanomhlaba
[The heaven and earth are filled]Bubukhulu nobungcwalisa bakho
[With your greatness and your holiness]

Amen amen ameni
Amen amen ameni
Amen ameni
Amen amen ameni

Nkosi ndithembe wena
[Lord I trust in You]Mandingaze ndidaniswe
[I may not be disappointed]

Previous articleJOYOUS CELEBRATION CREED – JOYOUS 14 LYRICS By JC Choir
Next articleTHIXO BAWO/TOTAL PRAISE – JOYOUS REWIND 2011 LYRICS By JC Choir