Hay’ inyweba abanayo
[How fortunate are the]
Abangcwele baphezulu
[Holy ones from above]
Abemiyo phambi kwayo
[Those standing infront of]
ITerone yakomkhulu
[The throne of the most high]
ITerone yakomkhulu


Ndinga nam ndingema nabo
[May i stand with them]Abo bantu abangcwele
[The holy ones]Ndiyidumis’ iNkosi yabo
[To worship thy King]Leyo mvana ibafele
[The lamb that died for them]Leyo mvana ibafele

Ukuphumla bakuphiwe
[Peace has been granted to them]Bayohlala bonwabile
[They will forever be happy]Iinyembezi zosuliwe
[Their tears have been wiped away]Zonk’ iintlungu ziphelile
[All the pain is gone]

Zonk’ iintlungu ziphelile
Zonk’ iintlungu ziphelile

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here